IMBONISELO No. 2 2020 | Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Kudala abantu bebuza lo mbuzo. Impendulo yawo ifumaneka eBhayibhileni.

“UBukumkani Bakho Mabufike”—Lo Ngumthandazo Owenziwa Ngabantu Abaninzi

Ukuze sazi ukuba uthetha ukuthini kanye kanye lo mthandazo, yeyiphi imibuzo efanele iphendulwe ngoBukumkani bukaThixo?

Kutheni Sidinga UBukumkani BukaThixo?

Xa abantu belawula abanye, kusoloko kubakho iingxaki.

Ngubani UKumkani WoBukumkani BukaThixo?

Ababhali abaninzi beBhayibhile bachaza izinto awayeza kubonakala ngazo uKumkani woBukumkani BukaThixo.

Buza Kulawula Nini Emhlabeni UBukumkani BukaThixo?

Abanye abalandeli bakaYesu nabo babefuna ukwazi. Wabaphendula njani?

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo?

UYesu wayesazi ukuba buBukumkani BukaThixo qha obuza kulungisa iingxaki emhlabeni. Yintoni obuyenzileyo esenza sibuthembe?

Khetha Ukuxhasa UBukumkani BukaThixo Kwangoku!

UYesu wacebisa abafundi bakhe ukuba bafune kuqala uBukumkani. Ungayenza njani loo nto?

Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Abantu abaninzi bathandazela ukuba uBukumkani bukaThixo bufike, kodwa wakhe wacinga ukuba buyintoni nokuba buza kwenza ntoni?