Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 2 2021 | Ihlabathi Elibhetele Likufuphi

Ngaba izinto ezenzekayo emhlabeni zibonisa ukuba isiphelo sehlabathi sikufuphi? Ukuba sikufuphi, yintoni esinokuyenza ukuze sisinde xa eli hlabathi lipheliswa? Yintoni eza kwenzeka emva kokuba liphelisiwe? Amanqaku akule Mboniselo aza kubonisa indlela iBhayibhile eyiphendula ngokuthuthuzela ngayo loo mibuzo.

 

Ihlabathi Elibhetele Likufuphi!

Izinto ezenzekayo ngoku emhlabeni zibonisa ukuba sidinga iimeko ezibhetele kunezi.

Ngaba Umhlaba Uza Kupheliswa?

IBhayibhile ithetha ngokupheliswa kwehlabathi kodwa ikwathi umhlaba uza kuhlala unabo abantu.

Siza Kufika Nini Isiphelo? Into Eyathethwa NguYesu

Ngaba uyazibona izinto awathi uYesu ziza kwenzeka?

Izinto Onokuzenza Ukuze Uphile Kwihlabathi Elitsha

Ukuba ngabahlobo bakaThixo kudibana njani nokusinda kwethu?

Ihlabathi Elitsha Eliyi Paradesi Likufuphi!

Xa uThixo ezenza izinto azithembisileyo, buza kuba njani ubomi emhlabeni?

Ngaba Sisondele Isiphelo Sehlabathi?

Indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo le mibuzo iza kukumangalisa.