IMBONISELO—EFUNDWAYO Disemba 2016

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoJanuwari 30 ukuya kuFebruwari 26, 2017.

IBALI LOBOMI

Ukuba “Zizinto Zonke Kubantu Bazo Zonke Iintlobo”

Izabelo ezininzi aye wazenza uDenton Hopkinson ukususela ebutsheni bakhe zimncede wabona indlela uYehova azithanda ngayo zonke iintlobo zabantu.

Nakhululwa Ngobubele Obunganifanelanga

Unokuzuza lukhulu xa ucinga ngendlela uYehova akukhulule ngayo esonweni.

“Ukunyamekela Umoya Kuthetha Ubomi Noxolo”

AmaRoma isahluko 8 acebisa ngento omele uyenze ukuze ufumane umvuzo uYehova awuthembisa bonke abantu.

Ngaba Usakhumbula?

Ngaba uye wazifunda kakuhle iiMboniselo zakutshanje? Khawubone ukuba ungayiphendula kusini na le mibuzo esekelwe eBhayibhileni.

Liphoseni KuYehova Lonke Ixhala Lenu

Ngamany’ amaxesha, abakhonzi bakaThixo baba nexhala. Kukho izinto ezine ezinokukunceda ube ‘noxolo lukaThixo.’

UYehova Uyabavuza Abo Bamfuna Ngenyameko

Kusinceda ngantoni ukuba nethemba lokuba uYehova uza kusivuza? Ubavuze njani abakhonzi bakhe bexesha elidluleyo, ubavuza njani ngoku?

Ubulali​—Indlela Yobulumko

Akululanga ukuzola xa udlelw’ indlala, kodwa iBhayibhile ikhuthaza amaKristu ukuba abe nobulali. Yintoni enokukunceda ube nolu phawu luthandekayo?

Isalathiso Semibandela YeeMboniselo Zika-2016

Uludwe oluhleliweyo lwamanqaku apapashwe kwimboniselo kawonke-wonke nefundwayo.