IMBONISELO Oktobha 2015 | Kunceda Ngantoni Ukuthandaza?

Omnye umbhali wathi, umthandazo “luhlobo nje oluthile lonyango olupholisa ingqondo.”

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Abantu Bethandaza?

Zingakumangalisa izinto ezithandazelwa ngabanye abantu.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Ukho Umntu Owuphulaphulayo?

Ukuze umthandazo uviwe, umele ube nezinto ezimbini ezibalulekileyo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni UThixo Efuna Sithandaze?

Usinceda sifumane iintsikelelo ebesingenakuzifumana ngenye indlela.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Umthandazo—Indlela Onokukunceda Ngayo

Unokulindela ntoni xa uthandaza rhoqo?

Ngaba Ubusazi?

Ziziphi iingxaki awaba nazo uHerode xa wayesakha itempile eYerusalem? Kwakutheni ukuze abantu baseMalta bacinge ukuba uPawulos ngumbulali?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ngoku Ndingabanceda Abanye

UJulio Corio wenzakala kabuhlungu waza wacinga ukuba uThixo akamkhathalelanga. Isibhalo esikwiEksodus 3:7 sayitshintsha indlela amjonga ngayo.

Ngaba Ngokwenene Sinokumazi UThixo?

Iimpawu zobuntu bukaThixo esingenakukwazi ukuziqonda ngokupheleleyo zinokusinceda sisondele kuye.

UBULUMKO BANTLANDLOLO OBUSINCEDA NANAMHLANJE

Xolela Ngesisa

Ngaba simele sikubethe ngoyaba ukoniwa okanye umonakalo asenze wona umntu ukuze simxolele?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngubani onokukwazi ukuphelisa indlala?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Isuka Phi Iholide Ekuthiwa YiHalloween?

Nokuba amasiko nemvelaphi yeHalloween yeyobuhedeni, ngaba ibalulekile loo nto?