Ninako Ukonwaba Entsatsheni

Ninako ukonwaba emtshatweni nasentsatsheni ngokusebenzisa imigaqo yeBhayibhile.

Intshayelelo

Unganomtshato nentsapho eyonwabileyo xa usebenzisa amacebiso eBhayibhile akule ncwadana.

ICANDELO 1

Thembelani KuThixo Ukuze Nonwabe Emtshatweni

Ukuzibuza imibuzo nje emibini kungawuphucula umtshato wakho.

ICANDELO 2

Elowo Makanyaniseke Komnye

Ngaba nithembane kakhulu kunokulumkela ukukrexeza?

ICANDELO 3

Indlela Yokulungisa Iingxaki

Ukusingatha kakuhle iingxaki kwenza umahluko okhoyo phakathi komtshato owomeleleyo nowonwabileyo kunye nobuthathaka nokruqulayo.

ICANDELO 4

Indlela Yokusebenzisa Imali

Ukunyaniseka nokuthembana kudlala yiphi indima?

ICANDELO 5

Indlela Yokugcina Uxolo Nezalamane Zakho

Unako ukunyaniseka emtshatweni kwangaxeshanye uhlonele abazali bakho.

ICANDELO 6

Indlela Abantwana Abawutshintsha Ngayo Umtshato

Ngaba ukuba nomntwana kunokuwuqinisa umtshato wenu?

ICANDELO 7

Indlela Yokufundisa Umntwana Wakho

Ukuqeqesha kuthetha okungaphaya kwemithetho nesohlwayo.

ICANDELO 8

Xa Kufika Amaxesha Obunzima

Funa uncedo.

ICANDELO 9

Nqulani UYehova Njengentsapho

Ningalonwabela njani unqulo lwentsapho?