Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UIrène Hof Laurenceau: UGqirha Wamathambo Ubalisa Ngokholo Lwakhe

UIrène Hof Laurenceau: UGqirha Wamathambo Ubalisa Ngokholo Lwakhe

UIrène wayekholelwa ukuba ukufana kwezinto ezahlukahlukeneyo ezidaliweyo kuxhasa into yokuba izinto zazivelela. Sekunjalo, ukufunda kwakhe ngendlela umlenze osebenza ngayo kwamenza wazikis’ ukucinga.