Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 142

Masibambelele Nkqi Kwithemba Lethu

Masibambelele Nkqi Kwithemba Lethu

(Hebhere 6:18, 19)

  1. 1. Abaninzi bahamba ebumnyameni.

    Bangavuya xa benokukhululwa.

    Ekubeni abantu benesono,

    Abakwazi ukuzinceda.

    (CHORUS)

    Masivuye kuba sinethemba!

    UNyana kaThixo usikhulule.

    Uza kuphelisa bonk’ ububi,

    Siphile ngoxolo ngonaphakade.

  2. 2. Isondele inkululeko yoluntu,

    Kopheliswa iinyembezi nosizi.

    Yonk’ indalo iza kukhululeka,

    Ngoko masidumis’ uThixo.

    (CHORUS)

    Masivuye kuba sinethemba!

    UNyana kaThixo usikhulule.

    Uza kuphelisa bonk’ ububi,

    Siphile ngoxolo ngonaphakade.