Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 9

UYehova NguKumkani Wethu!

UYehova NguKumkani Wethu!

(INdumiso 97:1)

  1. 1. Nina bakhonzi bakaThixo,

    Vuyani nimkhonze ninemihlali.

    Masimdumiseni ngengoma yovuyo;

    Ngezenzo zakhe ezikhulu.

    (CHORUS)

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!

  2. 2. Masimzukise ebantwini;

    Sibazise ngazo izenzo zakhe.

    Masimdumiseni ngothando uThixo.

    Siqubude phambi kwetrone.

    (CHORUS)

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!

  3. 3. Ngoku uThixo umisele.

    Ulaw’lo loNyana osetroneni.

    Masimdumiseni uThixo sixhase,

    Ulawulo loNyana wakhe

    (CHORUS)

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!

    Vuyani mazulu, vuya nawe mhlaba,

    UYehova unguKumkani!