AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Austria

  • EHallstatt, eOstriya—AmaNgqina kaYehova ashumayela kwindlu ngendlu

  • EVienna, eOstriya​—AmaNgqina kaYehova ashumayela eMichaelerplatz

  • EHallstatt, eOstriya—AmaNgqina kaYehova ashumayela kwindlu ngendlu

  • EVienna, eOstriya​—AmaNgqina kaYehova ashumayela eMichaelerplatz

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

Kwidolophu YaseOstriya Kuhlonitshwa AmaNgqina KaYehova Ayi-31 Awabulawa NgamaNazi

Ilitye LaseTechelsberg lalenzelwe ukukhumbula amaNgqina KaYehova awaphathwa kabuhlungu ngamaNazi ngeMfazwe Yehlabathi II.

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Ndalahlekelwa NguTata—Ndaza Ndafumana UBawo

Funda ibali lobomi likaGerrit Lösch, olilungu leQumrhu Elilawulayo.

AmaNgqina KaYehova Awongwa KwiNkampu Yoxinaniso YaseGusen

NgoAprili 13, 2014, kwatyhilwa ilitye elenzelwe ukukhumbula amaNgqina kaYehova ayi-450 ayebanjwe ngamaNazi kwiinkampu zoxinaniso eziseAustria, iMauthausen neGusen.

IOstriya Yayalelwa Ukuba Ibhatale AmaNgqina KaYehova Ngenxa Yokuwaphatha Kakubi

NgoSeptemba 25, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yafikelela kwisigqibo sokuba urhulumente waseOstriya unetyala lokuphatha kakubi amaNgqina kaYehova.