Yiya kwinkcazelo

Ikomkhulu Lehlabathi—Kuqaliswa Umsebenzi Omkhulu

Ikomkhulu Lehlabathi—Kuqaliswa Umsebenzi Omkhulu

EWarwick, eNew York, kwakhiwa ikomkhulu lehlabathi elitsha lamaNgqina kaYehova. Abona bantu baxhasa lo msebenzi mkhulu ngamavolontiya asuka eUnited States. Basebenza ngokuzithandela, bekhuthele, bengabhatalwa, ibe umsebenzi abawenzayo bawugqala njengesipho abasinika uThixo. Bukela aba basebénzi ngoxa besebenza lo msebenzi mkhulu!