Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EKorea

Sindumangok-ro 73, Gongdo-eup

Anseong-si, Gyeonggi-do

REPUBLIC OF KOREA

+82 31-690-0033

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., nango-1:00 p. m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezimbini

Ezona zinto ziboniswayo

Nyaka ngamnye kuprintwa amaphephancwadi azizigidi eli-18 ngeelwimi ezi-6 kuze kuthunyelwe iitoni zeencwadi namaphephancwadi ezingama-850. Kuguqulelwa ngesiKorea nangeNtetho Yezandla yaseKorea. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo ngeNtetho Yezandla yaseKorea.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.