Yiya kwinkcazelo

Iindaba Zasehlabathini Lonke

 

2024-05-03

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawuyo Ka-2024 #3

Kule ngxelo, siza kuthetha ngemigaqo yeBhayibhile enokusinceda xa sikhetha indlela esinxiba nesizilungisa ngayo.

2024-03-15

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #2

Kule ngxelo, siza kuthetha ngendlela uTata wethu uYehova abonisa ngayo ukuba “angathanda ukuba wonke umntu aguquke.” (2 Pet. 3:9) Siza kuva nangotshintsho kwindlela esinxiba ngayo entsimini, ezintlanganisweni nakwiindibano zethu.

2023-12-16

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #8

Funda ukuba sinokwenza njani ukuze sibonise ukuba singabakhonzi bakaThixo ngendlela esikhetha ukunxiba nokuzilungisa ngayo, nokuba singalinceda njani ibandla limanyane.

2023-12-16

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #7

Yiva ngencwadi entsha enomxholo othi Izibhalo Ezibonisa Indlela Yokuphila YamaKristu kunye nomxholo wonyaka ka-2024.

2023-12-16

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo ka-2023 #6

Kule ngxelo, umzalwana weQhumrhu Elilawulayo uthetha ngamava akhuthazayo kaNegede Teklemariam.

2023-08-29

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #5

Kule ngxelo, umzalwana weQumrhu Elilawulayo usibonisa incoko ekhuthazayo kaDennis noIrina Christensen.

2023-05-26

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #4

Kule ngxelo, umzalwana weQumrhu Elilawulayo usinceda sijonge phambili ukuya kwiindibano zengingqi ubuso ngobuso aze athethe ngendlela uYehova athembisa ukubakhusela ngayo abantu bakhe.

2023-04-21

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #3

Umzalwana weQumrhu Elilawulayo uchaza izinto ezibonisa ukuba abazalwana noodade benza uYehova indawo yabo yokubalekela nangona beneengxakai.

2023-03-15

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #2

Omnye umzalwana weQumrhu Elilawulayo uthetha ngendlela abaqhuba ngayo abazalwana bethu baseTürkiye kuze kubekho nencoko ekhuthazayo.

2023-01-08

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #1

Sikhuthaza ukuba uyibukele le ngxelo ukuze uve izaziso ezivuyisayo ngomsebenzi waseRamapo nowoovulindlela.

2022-12-16

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #8

Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo usikhuthaza ukuba sikulungele ukutshintsha xa inqwelo kaYehova isiya phambili.

2022-10-28

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #7

Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo usikhuthaza ukuba xa sibona ingozi singalibasizi.

2022-09-02

IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #6

Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo uthetha ngezinto ezisandokwenzeka aze achaze umxholo wonyaka ka-2023.