Yiya kwinkcazelo

Yiba Ngumvakalisi Ongabhaptizwanga

Yiba Ngumvakalisi Ongabhaptizwanga

Ngaba umntwana wakho uyazazi izinto amele azenze ukuze abe ngumvakalisi ongabhaptizwanga? Ukwenza le nto kuza kumnceda.

Bazali, nikunye nabantwana benu fundani uMateyu 21:16 nize nincokole ngawo nonke.

Dawunlowda lo mdlalo uze uwuprinte.

Ngaba umntwana wakho angakwazi ukuba ngumvakalisi ongabhaptizwanga? Sebenzisa eminye yale mixholo kunqulo lwenu lwentsapho. (1) Bukelani ividiyo ebhaliweyo. (2) Yenzani into enicetyiswa ukuba niyenze. (3) Phendulani umbuzo okanye gqibezela into ekuthiwa yenzeni. Imixholo eniyenzileyo yiphawule ukuze nibone ukuba niqhuba njani.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IZINTO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE

Imidlalo Yabantwana

Sebenzisa le midlalo ukuze ufundise abantwana bakho basondele kuYehova.