Yiya kwinkcazelo

Ngaba IBhayibhile Yincwadi Yabelungu?

Ngaba IBhayibhile Yincwadi Yabelungu?

Impendulo esuka eBhayibhileni

 IBhayibhile ayizange ibhalwe ngabantu baseYurophu. Onke amadoda asetyenziswa nguThixo ukuba abhale iBhayibhile ngawaseAsia. IBhayibhile ayibeki uhlanga oluthile ngaphezu kolunye. Ide ithi: “UThixo akakhethi buso, kodwa kwiintlanga zonke umntu omoyikayo aze asebenze ubulungisa wamkelekile kuye.”—IZenzo 10:34, 35.