Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A6-A

Itshati: Abaprofeti Nookumkani BakwaYuda NabakwaSirayeli (Inxalenye 1)

Ookumkani Bezizwe Ezibini ZaseMzantsi Zobukumkani BakwaYuda

997 B.C.E.

URehobhoham: iminyaka eyi-17

980

UAbhiya (UAbhiyam): iminyaka eyi-3

978

UAsa: iminyaka eyi-41

937

UYehoshafati: iminyaka eyi-25

913

UYehoram: iminyaka eyi-8

c. 906

UAhaziya: unyaka oyi-1

c. 905

UKumkanikazi uAthaliya: iminyaka eyi-6

898

UYehowashe: iminyaka eyi-40

858

UAmaziya: iminyaka eyi-29

829

U-Uziya (UAzariya): iminyaka eyi-52

Ookumkani Bezizwe Ezilishumi ZaseMntla Zobukumkani BakwaSirayeli

997 B.C.E.

UYerobhoham: iminyaka eyi-22

m. 976

UNadabhi: iminyaka eyi-2

m. 975

UBhahasha: iminyaka eyi-24

m. 952

UEla: iminyaka eyi-2

UZimri: iintsuku eziyi-7 (m. 951)

UOmri noTibheni: iminyaka eyi-4

m. 947

UOmri (eyedwa): iminyaka eyi-8

m. 940

UAhabhi: iminyaka eyi-22

m. 920

UAhaziya: iminyaka eyi-2

m. 917

UYehoram: iminyaka eyi-12

m. 905

UYehu: iminyaka eyi-28

876

UYehowahazi: iminyaka eyi-14

m. 862

UYehowahazi noYehowashe: iminyaka eyi-3

m. 859

UYehowashe (eyedwa): iminyaka eyi-16

m. 844

UYerobhoham II: iminyaka eyi-41

  • Abaprofeti

  • UYoweli

  • UEliya

  • UElisha

  • UYona

  • UAmosi