UVUKANI! Januwari 2013 | Ukukhulisa Abantwana Abangacingeli Iziqu Zabo Kuphela Kweli Hlabathi Linabantu Abazicingelayo

Indlela yokuphepha iimpazamo ezintathu abanye abazali abadla ngokuzenza.

Okwenzeka Ehlabathini

Yiva iindaba ezisematheni nezinye izinto ezibangela umdla ehlabathini.

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokuthetha Nomntwana Wakho Ofikisayo

Ngaba uyacaphuka xa uthetha nomntwana wakho ofikisayo? Ziintoni ezibangela loo nto?

UDLIWANO-NDLEBE

Isazinzulu Sichaza Isizathu Sokuba Nokholo Kwaso

Funda ngezibakala ezingokwenzululwazi aye wazihlola nangesizathu sokuba nokholo kwakhe kwiLizwi likaThixo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukukhulisa Abantwana Abangacingeli Iziqu Zabo Kuphela Kweli Hlabathi Linabantu Abazicingelayo

Khawufunde ngezi ndlela zintathu onokunceda ngazo abantwana bakho bakuphephe ukucingela iziqu zabo kuphela.

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela ECameroon

Funda ngamasiko nangabantu beli lizwe laseAfrika.

IMBONO YEBHAYIBHILE

IParadesi

Ngaba isemazulwini okanye yindawo yokwenene elapha emhlabeni? Ngubani onokuphila apho?

NGABA YADALWA?

Ubuchule Bokufuduka Bukakhwalimanzi Ongwevu

Funda ngale ntaka ithatha uhambo lweentsuku ezisibhozo, olona hambo lumangalisayo lwaziwa ngumntu.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?

Funda ukuba kuthetha ukuthini ukwenzelwa izimbo ezibonisa ukuba umntu ufuna ukulala nawe, noko unokukwenza xa ukule ngxaki.

USolomon Wenza Ngobulumko

Khangela ukuba yintoni engekhoyop kulo mfanekiso, wugqibezele uze ufake imibala.