Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto

Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto

Enye indoda esisilumko yabhala yathi: “Ubulumko yeyona nto ibalulekileyo, ngoko funa ubulumko, ibe ngaphezu kwazo zonke ezinye izinto ozifunayo, funa ukuqonda.” (IMizekeliso 4:7) UMdali wethu usinceda sibe nobulumko size sikwazi nokwenza izigqibo ezilungileyo ukuze sonwabe.

Ukuba ungathanda ukufunda okungakumbi ngobulumko asinika bona obuse Bhayibhileni yiya ku-www.mr1310.com/xh. Xa ungene kuyo uza kufumana  . . .

  • IBHAYIBHILE

  • IIVIDIYO

  • OOPOPAYI

  • IINCOKO

  • NAMANYE AMANQAKU

Zifumaneka mahala ibe zinceda abantu abasebatsha, abantu abadala nabasuka kwiindawo ezahlukeneyo.