Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

“Kholwani KuThixo”!

“Kholwani KuThixo”!

YOHANE 14:1

KUSASA

  • 9:30 Umculo

  • 9:40 Ingoma 118 Nomthandazo

  • 9:50 “Kholwani KuThixo”!—Njani, Ngoba?

  • 10:05 Ungcelele: Linganisa Abantu Ababonisa Ukuba Banokholo

    • • UIsake NoRebheka

    • • UEstere

    • • UTimoti

  • 11:05 Ingoma 60 Nezaziso

  • 11:15 ‘Siyathetha Kuba Sinokholo’

  • 11:30 Intetho Yobhaptizo

  • 12:00 Ingoma 52

EMVA KWEMINI

  • 1:10 Umculo

  • 1:20 Ingoma 9 Nomthandazo

  • 1:30 Intetho Yesidlangalala: Yiba Nokholo KuThixo “Ongenakuxoka”

  • 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:30 Ingoma 54 Nezaziso

  • 2:40 Ungcelele: ‘Hamba Ngokholo’ Yonke Imihla

    • • “Ungaze Ube Nexhala”

    • • ‘Lisebenzise Kakuhle Ixesha Lakho’

    • • Hlala ‘Ungenguye Owehlabathi’

  • 3:40 “UYehova Uyabazi Abakhe”

  • 4:15 Ingoma 7 Nomthandazo