Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaNahum

Izahluko

1 2 3

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UThixo uziphindezela kwiintshaba zakhe (1-7)

      • UThixo ufuna abantu bazinikele kuye yedwa (2)

      • UYehova uyabacinga abo babalekela kuye (7)

    • INineve iza kutshatyalaliswa (8-14)

      • Ukuxhwaleka akuzukubakho okwesibini (9)

    • Kuchazwa iindaba ezilungileyo ngoYuda (15)

  • 2

    • INineve iza kutshatyalaliswa (1-13)

      • “Iigeyithi zemilambo ziza kuvulwa” (6)

  • 3

    • “Siza kuthi shu isixeko esidume ngokuchitha igazi!” (1-19)

      • Izizathu zokugwetywa kweNineve (1-7)

      • INineve iza kuwa njengeNo-amon (8-12)

      • INineve iza kuwa ngokuqinisekileyo (13-19)