Yiya kwinkcazelo

Ukuthandana

Usoloko ubona abantu abathandanayo kuyo yonke indawo. Ngaba wena ukulungele ukuthandana? Ukuba uyavuma, yintoni enokukunceda ungazenzi ezinye iimpazamo uze wenze izigqibo eziza kukwenza wonwabe xa utshatile?

Before Dating

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Ngaba Singabahlobo Okanye Sincwasene?

Into oyithethayo ebonisa ubuhlobo omnye umntu usenokuyijonga njengokuncwasa. Unokukuphepha njani ukuthumela umyalezo obhidayo?

Ngaba Bubuhlobo Nje Okanye Luthando?​—Inxalenye  1: Yintoni Ebangela Ukuba Ndizibuze?

Fumana amacebiso anokukunceda uqonde ukuba umntu okuthumelela umyalezo uthetha ukuthini na.

Inyaniso Ngothando

Awuqinisekanga enoba luthando okanye asilulo. Phendula le mibuzo ethetha ngawe nalo mntu umthandayo.

Ukubeka Imida

Yenza izinto eziza kubangela ukuba abahlobo bakho besini esahlukileyo bangacingi ukuba unomdla kubo.

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 1

Ziziphi iingenelo kunye neengxaki onokuzilindela emtshatweni?

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 2

Funda ngendlela onokuzilungiselela ngayo iingxaki engakhange uzicinge emtshatweni.

While Dating

Ziintoni Endinokuzilindela Xa Ndithandana?

Izinto ezintathu enimele nizazi njengokuba nisiya nisazana bhetele.

Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?

Funda ngoko kuthethwa yintabatheko nothando lokwenene.

Ithini IBhayibhile Ngokuhlalisana?

Imiyalelo kaThixo isixelela izinto esimele sizenze ukuze sibe nemitshato ephumelelayo, ibe inceda abantu abayithobelayo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anayo Imiyalelo Ngokuthandana?

Ngaba ukuthandana kukuzonwabisa nje okanye yinto engaphaya?

Luyintoni Uthando Lokwenene?

Imigaqo yeBhayibhile inokuwanceda amaKristu ukuba akhethe amaqabane omtshato afanelekileyo aze aqhubeke ethandana nasemva kokuba etshatile.

Breakups

Xa Nisahlukana

Unokuqhubeka njani nobomi emva kwentlungu yokwahlukana?